Youth of Nazareth in zion

Youth of Nazareth in zion The youth of south africa has nothing to do than smoking drugs we create this page with a purpose of

Inkos isrnath nakulonyak enkos bawo ngobabalo lakho
26/02/2020

Inkos isrnath nakulonyak enkos bawo ngobabalo lakho

Yizan K*m nonke nina nibulalekayo ndokuninika ukuphumla
18/02/2020

Yizan K*m nonke nina nibulalekayo ndokuninika ukuphumla

Unyaka uphelile lutsha lakowethu into efunekayo NGK kukuba siqaphele ngoba unokufa ufikile NGK Itavern ayizokunenzela nt...
25/11/2019

Unyaka uphelile lutsha lakowethu into efunekayo NGK kukuba siqaphele ngoba unokufa ufikile NGK

Itavern ayizokunenzela nto kwaphela

11/11/2019

Cabanga nje uthi usaphuma enkonzwen udiban neclass mates zakho 😂 zithi ayidiban nawe ker leyo tuu

ndilindile🤣😂😂😂

05/11/2019

Ndinesihlobo somphefumlo🗣🗣

Qhibezela undixelel iculwa nguban??

05/11/2019

Nkosi siphe amandla wokunqoba usatana siphumelele kwi mviwo zethu

Amen 🙏

03/11/2019

Siyabulela kubant bebesixhasile kwi nkonzo yomthendeleko uthixo ze anongezelele apho niswele khona ibisikelele kile inkonzo kwaye kuyacaca umoya oyigcwele ebehle ngokwakhe enkosi kwakhona

31/10/2019
31/10/2019

Molwen lutsha

Siyanimema kwinkonzo yomthendeleko ezobe sinayo

Date:03 November kule Sunday

Unganxiba ijoin yakho ukub uyanxiba

Sovuyiswa bubukho benu

Venue: CUBA street in NAZARETH

izokuqhutywa ngubawo NOTSHULWANA IMONGAMEL

MFUNDISI:BOOISEN

INKOSI IBENANI ENKOSI

30/10/2019

Molwen lutsha siyanimema nonke lutsha kwinkonzo esizobe sinayo apha EPLETTERNBERG BAY in CUBA ENAZARETH kwa MANCI kwinkonzo yamakhandlela sizokube sithandazela lonke ulutsha olubhalayo imviwo zokuphela konyaka ,nabantu abanezicelo siyathemba nokuphumelel ngobuninzi benu

TIME:18:00 until 19:30malanga

Kwinkonzo ekhokhelwa nguMONGAMELI :NOTSHULWANA

MFUNDISI :BOOISEN

Sovuyiswa bubukho benu
Enkosi

Address

Plettenberg Bay

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Youth of Nazareth in zion posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share