25/03/2021
Kumnandi ukukhuliswa ngumama ogadalala de uzibuze ba ngumzali wakho nyani kuba ucinga ukuba uyakubulala kanti wenzela wena ubi obude nam ndiyayibulela intombi yaMaqocwa ngengqeqesho yayo ebegadalala k*m k7ba indomelezile kuba kude kwalapha ndisekho